info
Thank you for visiting Nivile! Hope you enjoy the journey!

Go
Overview

EmaXhoseni clan names [isiduko (singular)], [iziduko (plural)] are the only way to identify relatives or family and they supersede surnames. Just like the clan system of Scotland, each Xhosa person can trace their family history back to a specific male ancestor. Calling, praising or thanking someone by his/her clan name/s is the highest form of respect and it is always considered very polite to enquire what someone's clan name is on meeting that person for the first time.

Clan names are also used as terms of endearement among clan members. When a woman marries she takes her husband's surname but will always keeps her own clan name and add the prefix Ma- to it. For married couples or any woman who is in a relationship with a Xhosa man, calling him by his clan name is always the best way to soften his heart to do what the woman desires.

Iziduko

AmaGiqwa: ooJikijwa, Mvaba, Meqo, Ncudwana, Nkosana, Mdeyama, Xhe, Bhaxa, Qhirama, Nonesi, Qobo, Ntshinga ay'khwazwa ikhwazwa ngabayaziyo.

Bhayi: Khetshe, Mkhumbeni, Msuthu, Gwaca, Camsholo, Nyokemnyama ecand'iziziba, Nkonjane ebhabh'emafini, Mkentane

Bhele: Sikwethu, Mzozo, Nozulu, Mavuso, Noteli, Nondela, Bharhodi, Pheketha, Mbeko, Madzikana, Ciya, Gume, Ngamlana, Qwiba, Ntulo, Siqenduka, Nduku, Mfunisa, Masela, Ndzeku, Msomi, Mzaku, Ntamonde, Hasheki, Mishekwi, Senzo, Mbidaniso, Rhamente, Mzotho, Mandela, Msuku, Mthengana, Mantambo, Ntuli, Mthembu, Ntuka, Nteko, Ntoni, Ntonga, Gontsana, Fakude, Fezela, Gugushe, Gagashe, Mehlomade, Nyembe, Maduna, Mqwathi, Qwasana, Nxasana, Bhala, Shezi, Mbekeni, Mathole, Mathambo, Mazwai, Fukutha, Gwara, Tshawe, Shumeka, Tamse, Luthuli, Magidela, Mgabadeli, Ntsele, Ndayi, Nqala, Ludeke, Madikizela, Ngutyana, Mtengwana, Ngcingwana, Khuluza, Matumatu, Photshozwayo, Majeke, mtholesi, Nodada, Mfikeni, Mafikeni, Mofokeng, Twala, Thwasa, Mgoma, mMgeza, Mlaba, Mfeka, Ka Mvumbi ka Ngigame Notha

Bhukhwana: Mbara, Mtshobo, Phaphulengonyama, Into ezingaphathwa mntu ngoba zizinkosi ngokwazo

Bhisha: Ntambo, Gaba, Xho'ndlovu, Mvundl'olubhelu, Gogoba, Gantsa, Zotsho, Bathi Nonyawana zincinane kanti zinkulu oku kwe Bhlayi letolofiya

Bhuku: Sinqasha, Nkamangane, Mbhamla, Mfazi obele lide oncancisela ngaphesheya komfula, iingonyama ezigqumela ngaphakathi ngokuthanda isizwe sama Xesibe

Bomvana: Njilo, Dubandlela, Mgweda, Mganu, Msila, Mcupe, Ump'omdaka ka Nomatwela, Khonzaphi, Thunywa, Nditye, Gquma ne sende, Tshemese, Dala

Cethe: Chizama, Bhurhuma, Ncenceza, Mlowa, Mbambozinomongo, Tyinyamikrwada, Mlanjana, Njoloza, Ngcoko

Cirha: Ncibane, Nojaholo, Ntswentswe, Qhanqolo, Sihlobo SikaPhalo, Hloml'phuthu lidala lineempondo, Ghabha ka ntsikana, Nyembezana, Mgcaleka, Mhlantla

Deyi: Ncume, Cume, Wayisi, Bhangushe, Bhengu, Cebisa, Deyiso, Gabisa, Manzini, Mdeyi, Mtame, Hlathi, Hlabe, Mjoli, Makhoba, Mako, Xolo, Meko, Ngcolosi, Sengwayo, Mthwakazi, Jabavu, Nonina, Dlakana, Ngilana, Ndleko, Vezi, Ndeki, Nkuna, Mbokazi, Wushe, Khusi, Khusher, Sinyali, Phakwe, Pepu, Mphephu, Babalo, Phaahla, Hambashe, Nkatha, Nkhatha, Gwabini, Gqwaru, Ngoni, Ngozi, Fusana, Geda, Phephu, Ndudane, Fini, Finini, Mbelani, Bhekiswa, Bekiswa, Qhakaza, Bhekiso, Mase, Manci, Mancini, Noconjo, Zikhali, Mzungulu, Zungulu, Mzungu, Mphafane, Kheswa, Mphafa, Qamata; Qubulashe; Gqigqigqi, Diya; Diko; Xhonti; Ntoyanto; Xarru; Xhakaza; Xakaza; Shwawu; Mshwawu; Zotsho; Somdeyi; Sukwini; Mahoyi; Motsa; Zungu; Velelo; Valela; Phaala; Mtebele; Lambatha ; Nduli; Mbovu; Xoi; Xarr; Sarru; Soreh; Soi and Noma-Ndzo-Ndzo ka Phika'ne'langa

Debeza: Jebe, Nonyanya, Nongoqo, Mbeka ntshiyini bathi uqumbile, Khonkcoshe mbokodo engava mkwetsho

Dikela: Mqwathi, Bhlangwe, Yongose, Noni, Mfuyo, Ntswayibane, Lindile, Thuthani, Mdantsane

Dlamini: Sibakhulu; Senzeni, Debesi, Ndosile, Leki, Ndasuka, Mziyaso, Sokhanyile, Madinga, Susela, Ndosi, Mlotshwa, Ndabazabantu, Mpangazitha, Seku, Mabhida, Peleng, Sokhula, Shange, Nxasabe, Nkulukazi, Mkhiza, Mzizi, Sejadu, Mjele, Jaziya, Jali, Mawawa, Ngubengu, Sonci, Qhineba, Ndelekana, Nyathi, Ngwcabe, Ndasa, Fuleka, Sifumba, Ndlambe, Mjevu, Jevu, Jambasile, Ndalasi, Ntesi, Tyesi, Mbele, Ntume, Nibe, Mcube, Ngcobo, Gumede, Mbusiye, Hadebe, Sibaya, Buleki, Mtshengo, Nduna, Ntlanga, Mfolosa, Lefifi, Mpuluka, Zondi, Mjeleku, Sabani, Langasika, Khabazela, Nyuzwa, Fanana, Mbeko, Mbingwa, Ntokuza, Manyathela, Mashile, Mashaba, Dhlamini, Ngonyama, Mkize, Nzimakhwe, Shenge, Ngwenya, Khumalo, Sabelo, Mzimba, Ntshona, Ndlovu, Mbeki ka Nkomo ka Vungwana

Dodo: Myirha, Mzondi, Sambu, Dlomo, Ziyeka, Thambo lenyoka lihlaba elimzondayo

Dontsa: NoDlidlu, Dlabathi, Swahla, Mntungwa NdukuMkhonto, Shembe, bath' uDontsa akananyongo kant' abay'bon' uba igqunywe ngesbhadlalala so mhlehlo

Dzana: Khatsini, Mkhuma omnandi njenge zambane, Ncwabe, Nomayeye, Ngxabalala, Simamkele, Nkushubana

Dzanibe: Nqolo, Gaba kaThsayisa, Mntu wasemanzini, Ndzabedvolo, abakhibexonya-bengalaluki, ningayiqabi mpobovana nizawudlula nabadluli bendlela, Ndzathsane, Mahlambahlaletyeni, Nomvalo

Faku: Nyawuza, Thahla, Ndayeni, Ziqelekazi, Ngqungqushe, Dakhile, Mpondo, Hlamba ngobubend'amanz'ekhona

Gaba: Mgweba, Mngqosini, Mjobi, Thithiba, Cihoshe, Nozinga, Mnt'womlambo, Thikoloshe, Ndoko, Mbokodw'emnyama Kahili, Msuthu, OoLoyiso, Ntembeko, Nompumezo, Nosimiso, nditsho OoSiphelo, NooMakudu

Gadluma: Cekwana, Ndulini, Gando, Tshutsha, Tyhopho, Mbomb'emfene, Izinto ezadla igusha zabelungu zathi ziziduli zethafa

Gambu: Memela, Msuthu Nontuli, Ngwekazi

Gamede (or Gamedze): Nogele, Skhutyana, Phosibe, Mzamani, Ngonyama, Silwa kaMasikani, Nomasi, Gele, Mphubani, Maqaqasi, Mbew'enkulu engahlungulwa

Ganu:

Gatyeni: Mamali, ndondela, nkomo zibomvu, nywabe, indoda uyivumi nepokoto, ocubungu

Gcina: Helushe, Xhamela Ncancashe, Magwebulikhula, Malambedlile, Nokwindla, Tyhopho, Nogawul'ikhula, Malambayendle elambel'inyama yenyamakazi, Bahamba bepheth'isali ihashe bakulifuman'emlungwini, Izinto zabantu abazibi koko bayazigcina, Bathi iigusha ziziduli zethafa, Iibhokhwe ngumnqabaza wehlathi, Isizukulwana sika Nomagwayi, Umbon'obomvu wase mbo.

Godlwana: Nompunzi, Gcodi, Lusalu, Catala ka Qoyi, Mbumbulu inye zingabambini ziyadubulana

Goqolo: Ntshintshi, Thanana, Tyebelangaphakathi, Mjoli, Sheya, Ganeka

Gqunu:

Gqwashu: Sukwini, Lawu, Tikayivumani nepokotho ihla ngomlenze, Umtshotsho useBelleville indibano isepele, apho kuxhentswa ikatala ingekakhali, Ngxiya

Gqwarhu: Dey' omhlophe, Khawu, Mtabasa ka Dingana, Cebisa

Gxarha: Cwerha, Vambane, Mahlahla, Siyoyo, Mlawu, Potwana

Hegebe:

Hlanga: Nobetha, Mqiya, Mndlovu, Mntada, Xhinela, Maleku, Nxeko, Dlangamakhandlela, Yokhwe, Maphuza, Mgweleta, Zilenzi, uMfaz'obelenye phesheya komlanjana

Jali: Juda, Mpemvu, Ntlotshane, Mvetshane, Jonas, Tyira, Mabhala, Gwatyu

Jola: Jola, JoliNkomo, MphaNkomo, Qengeba, Ngwanya, Nomakhala, Njuza, Sthukuthezi, Sithandwa mhla kukubi, Hodoshe, Hakaha, Mfaz'obel'enye omabele made, Oncancisa naphesheya komlambo

Jwarha: Vongwe, Mtika, Mazaleni, Jotela, Khatiti, Mnangwe, Mayarha, Tiyo, Soga, Mnguyane, Mbelu, Ndabase, Bantw'abahle noba bapheth' izikhali, Ntamenemida njengeye nkunzi, Mabujwe'bhidlika njengodaka

Khawuta:

Khiwa: Qwebeda, Khonjwayo, Chithwayo, Ngcekula, Ndzondela, Hlaka, Ngetu, Phoswa, Silwanyana, Makalanyana, Sikhehlana

Khumalo:

Khwetshube: Xhanga, Ngcawukana, Thamse, Bipha, Bhongxa, kaXhanga; Mhlang'olal'intaka, Kaz'utshile nje zolala phi, Ndlu kaYokazi, Mabude, Ndelemane, Detshe, Njenjani

Kwayi: Ngconde, Togu, Ubulawi, Ngcond'oneentshaba

Madiba:

Maduna: Gubevu, Nokhala, Jiyana, Tiba, Msuthu, Umnt'owaw'edakeni kwathi nqa abantu

Mambi: Nxontsa ka Xesibe, Bhulingwe kuvele imamba, Ntabazikude zikuMganu, Mntshontsho, Sabela uyabizwa emazibukweni

Mamhlwane: Zibula, Mahlwane, Masabisa, Tsiya, Shlahla somquma sigawulwa sisahluma, Sthebe sibanzi sisikela amavilakazi

Manci: Mbali, Wabane, Tshitshis'intaba, Mdludla, Zinde zide zinemiqala

Matshaya:

Mbanjwa: Gebane, Mpethwane, Gubulundu, Nongoma, Ntimela, Mhlabeka, Mantiyantiyane

Mbatha:

Mbongwe: Mbuyisa, Sondisa, Khoza, Nqalela, Mvemnyama, Mathobela, Mwelase, Ndima ka Qaqaqa, Sandamela, Sgudu seBokhwe, Nozaqhu, Nozimayile, Sobongo, Mabetha, Majiyajiya, Mabhentsele ntilini, Maphanga, Maloyi, Mcusi wendlunkulu, Sojozela, Manama, Mlotshwa, Mgaga, Mqadi, Mpepha, Ntini, Lubhede, Ndinsi, wena wakaSoloyikazi, wena owabhed'enkezweni, onkobe aziphekwa ngamavila ziphekwa zizikhuthali, abafazi bamaBongwe abavali ngamavalo bavala ngamakhand'amadoda, AmaBongwe amade aseLangeni, amahle aseJikweni, Mabongwe nibo gida nigoduke ninga libali lithambo lase mzini.

Mbotho: Mazama, Mtshikilana, Myalo, Fulela mfaz'olivila kuyanetha, Sibasa manzini kuvuth'umlilo, Nyawo zibomvu nokuba zinentsente, Ntsindane, Malala nentombi ivuke ithi ndizeke, Thoyane

Mdlane: Tutuse, Nomdimba, Qandashe, Mbomboyi, Ntlokwan'ibanzana, Ngubengcuka, Mtikrakra, Mthembu

Mdlangathi: Mome, Sirhama Somntwana, Juta, Ngwenduna, Mencwa, Ntshozina, Nobhedu, Ntaba ayikhonjwa ikhonjwa ngamadlangathi odwa

Mfene: Lisa, Jambase, Hlathi, Msuthu, Buswayo, Canzi, Sanzanza, Uzango'mva eliweni, Uyibeka elityeni ityiwe zimbovane.

Mgebe: Ngobe, Ngaleka, Mkhasela, Mduduma nje ngezulu

Mgiqwa: Magele, Thotywayo, Jikijwa, Mvaba, Nkosana, Tshobo, Ntshinga ka Khwaza, Ntiya, Bambani

Mhaga: Sabe, Amawel'ukuzana, Qwetha no Gqubushe

Miya: Gcwanini, Sibewu, Sijekula, Salakulandelwa

Mjoli: Deyi, Shishi, Qubulashe, Wushe, Ngilana, Nonina, Bharhuzi, Fusani, Khusi, Bhedle, Mpulana, Vebi, Zulu

Mkhwane: Mwelase, Sigasa, Ntukela, Mlalase, Cikilili, Ngwekazi

Mkhwemte: Dabane, Sgadi, Mekhi, Ntswentswe, Fulashe, Nojaholo, Ncibane, Qhanqolo, Ntlokwenyathi, Ngququ, Venge

Mngxongo: Ntsundu, Yem-yem, Velebem'bhentsele, Zondwa zintshaba zingazubenza nto, Sophitsho, Madiba, Ngqolomsila, Dlomo, Mthikrakra

Mmaya: Yem-yem, Sophitsho, Magwa, Ngqolomsila, Bhomoyi

Mlambo: Hlubi, Mbinga, Noxhaka, Dladla, Lubisi, Senene, Mlambo ongawelwayo owelwa zinkonjane zodwa pho nazo ukuba zinempiko

Mnganga: Krila, Thangane, Mbamba, Bhodl'inja, Ngcondozimhlophe, Mgquba

Mntambo: Novetshe, Jiyana, Mbabala, Ngubonde, Ntethe, Mbandeni, Sukela, Nontanda kubongwa, Gabada kaMaphanga.

Mpangela: Mvinjwa, Rhoshana, Ndlazi, Dlomo, Sibetho, Magwala, Gwadzi elisilika bubuhle, Oogudlilwandle bade balifanela

Mpehle: Cabashe, Dikane, uVete, Notyedo, Goc'iNyonga, Masila, Nkomo z'bomvu

Mpemvu: Jali, Juda, Ntlotshane, Bumela, Ngciva

Mpinga: Mawawa, Mbolokoqoshe, Senzwa, Sineka, Mbetshane, Hlahla lamsik'umntu esendeni, Ngceza, Sintila, Nyaw'zinoshukela, Mzukulu kaSityulu, Kheth'omthandayo, Mawawa

Mqwambi:

Mtakwenda: Leta, Libele, Tyebelendle, Ngcwadi, Kwangeshe, Mentuko, Mboyi, Solizembe

Mthunzi: Nyukwana, Homposhe, Njifile, Ntibane, Pepepe, Nkayi, Thambo lihlab'elimzondayo, Qabel'eliweni, Mthwakazi

Mvulane: Ncilashe, Msuthu, Sizila, Marhula, Papashe, Gwadela, Totoyi, Gadula, Gobizembe, Marhobobo, Majivela, Nyok'emnyama ecandiziziba

Mweli: Jili, Msingawuthi, Ngqambela, Masengwa, Mchemane, Sibakhulu, Mkhont’ obomvu, Ntlangwini's enebatha yaseMakhuzeni

Myirha: Mzondi, Sampu, Ziyeka, Thambo lenyoka lihlaba elimzondayo

Nala: Ndokose, Mpembe, Nomgquma, Nojakadelana, Ozila zimkhonto zimangqangqase, Inkomo enhle yaphiwa amaNala nobuhle bayo, Osibhekuza baboNzima, Bona abaphembela umlilo emanzini uvuthe, Omakhanya ehlungwini kuhlwile

Ncuthu: Mzangwa, Khwalo, Mlanjana, Songobese, Nkume

Ncobeni: Mthunzi, Gema, Sibakhulu, Thabethe, Dlekedle, Tiba, Khuze

Ndaba: Tshibase, Bhadela, Mntungwa, Nonunu, Nomangcangca, Nogubel'egoduka, Nzipho zimnyama kukuqhwaya, Nkuluka, Dzujana, Choboka nje ngomkhuma woThukela, Nyawo zimhlophe noxa zinodaka, Ntombezintle nabayeni bazo, Bharuza, Manyuza, Njujane, Nothuli, Nomangcangca, Mvelase, Magutywa, Mgubo odliwa ngabahambi bendlela, Mntungwa ombulazi owadl'umntu emyenga ngeendaba, Nompundwana zincinane yanga zingongiwa linunu entle engadli mntu, Khand'iyeza etyeni, Ngabaphakela umyeni esithebeni kuba besonga amazimba

Ndala: Ndala ka Momamana, Mncotshe, Msunu, Sdumbu, Thole, Ngxunga, Smukumuku, Ndithinina

Ndlovu: Mntungwa, Gengesi, Malunga, Mancoba, Zidlekhaya ngokuswela umalusi

Ndlela: Sibhekuza, Nodabekhula, Nodada, Nala

Nduli: Bhoma, Phutha, Mayoni, Nkcala, Umkhont'uyimesi, Umquli kodwa akakwaz'uhlanganisa

Ndungwane: Bhejula, Velab'embentsele, Yem yem, Bukhali bentonga, Sophitsho, Krali, Soze, Ngibiselwano, Isagweba esavala iindonga kukubi, Sandla senkosi, Msimelelo, Ngqolomsila, Buhle bendoda ziinkomo, Themba lamagwala

Ndzaba: Msuthu, Bhili, Mancoba, Gase, Mwelase, Into ezehla ezintabeni/ezinkahlambeni zishubele ngenqatha lehashe

Ngaleka: Chenge, Fakazi, Khabelid'elakhulela esiswini, Mjiyo, Mchakuv'obhakubhaku

Ngcitshane: Sigcongoma, Nkwenkwezana, Mev'amhlophe, Mal'iyavuza

Ngxabani: Meyiwa, Rhibela, Bhabha nomhlehlo, Mdatshi, Mabodi, Mabhengu, Nontwenja yinkongolo

Njiyela: Dlabazana, Magaba, Zibaya zenkomo, Nyawo zineswekile, Mabhesh'angqotho

Nkomo: Mntungwa, Malinge, Yengwayo, Nkumbuzo, Golela, Masikane, Sgqwabane

Nozulu: Deyi, Kheswa, Mpafane, Mchumane, Mpangazitha, Macocobela, Mzimkhulu, Ndokoma, Dosini, Thukela

Nqarhwane: Zduli, Hintsabe, Maqhula, Hlabilawu

Ntshilibe : Bhanqo, Ndize, Langa, Mdumane, Bobese, Gawul'abathakathi, Nqambodada, Nyokony'elinyam'enyameni, Ntshontshololo, Mgcaleka

Ngcwangule: Tita, Phelwani, Nqashiya, Sikhuni somga nesomthole, Mfazi obelelinye owaliphosa phesheya komlanjana bahlutha bonke abasemangcwaguleni, Ntombi ziyamlilela zithi Bhuti usishiyela ntoni sikhuthanda nje, Ntombi zithi ndizeke Bhuti noba awunankomo, Umntu awagwazumntu emasendeni

Ntshiza: Gubha, Mbamba, Ngonyama, Simelela, Mpumlonkulu, Manqashe, Malilelwa zintombi zithi "Bhuti andina mama andina tata ndizeke ndingowakho"

Nxasana: Thaba, Dunjane, Skhonza, Gazo, Mkhiwa, Totoba, Malilelwa zintombi zithi ndizeke noba andinamali, Gqunu kaNomphakatshane, NoMbhekela, Malunguz'udonga andulukuwela

Nxotwe: Gabazi, Qamkazi, Mfuza afulele okwelifu lemvula, Mpondomise

Nxuba: Mduma, Rhudulu

Nyase: Mduma, Bhobhoza, Cala le nkomo emdaka, Nothintwa ongathintwayo, Ungamthinti lo mntwana uza kukuxaka, Nzabela, Ntsebeza

Nyawuza:

Nzothwa:

Mqadi: Ngqwili, Nondlobe, Ngcwina

Qhinebe: Gqugqugqu, Zithonga-zithathu, Haha, Mlunjwa, Mkhomanzi, Duka namahlathi, Nkonjan' émnyama edlalémafini

Qocwa: Deyi, Zikhali, Mazembe, Jojo, Tiyeka, Butsolo bentonga, Mbizana, Mabombo, Ngcolosi

Qoma: Qomukuyitya, Mvand'inyama, Nyohela, Nwaba ndikwenze, Sigqo, Sisiqobo eso

Qithi: Ndinga, Nkomo ayizali izala ngokuzaliswa, Yem-yem, Sopitsho, Ngqolomsila, Velabembhentsele, Zondwa, Thembu

Qwathi: Iinkomo zikaXesibe, zikaJojo, zikaMtshutshumbe, Ogqaz'indlel'ebhek'ebuNguni.

Radebe: Ndambe, Fafa, Rhudulu, Teyise, Mfunguma, Goduka, Sandali, Thole, Ncayiyana, Thetho, Holomika, Jambase, Mthimkhulu, Ngqeleni, Mkhence, Mafahla, Mphela, Ndumazi, Bhaziya, Ncuthu, Rheme, Jayiya, Zusana, Ngwana, Molomeka, Malema, Fandesi, Sethima, Sidima, Ngconde, Mkhabela, Ncusamba, Xesibe, Mfikazwe, Masinga, Msiza, Yawa, Yaso, Dyani, Qoqoba, Ntsunde, Bandezi, Mqikela, Mqhayi, Mkabani, Sonto, Mai, Damane, Jiyaso, Ntsima, Ndeze, Zenzile, Maphanga, Zuma, Jombose, Ndayisa, Ndila, Ndzimande, Bhodlo, Mzimkhulu, Mbotho, Doseni, Dosini, Mqinase, Coko, Vilane, Njanya, Mzoyiyana, Mzozoyana, Tuni, Tau, Baloyi, Booi, Saliso, Mndima, Mdingi, Ndlobeni, Ndlovukazi, Ndaba, Tshaziya, Tshaka, lembe, Nemba, Lemba, Bhekuzulu, Bhekezulu, Mantantayise, Sisulu, Ngiba, Ngidi, Ngcandana, Mtsamai, Tsaitsai, Ncede, Zukulu, Mkhonde, Chitwayo, Ndengane, Feketha, Ndala, Bhubesi, Makubalo

Rharha: Rharh'orhalayo ongarhaleli nto yamntu, Nokhwel'thole, Vuyani, Ndulwini, Tshwentshwe, Mfaz'obele'linye phesheya komlanjana

Rhoyi: Ntanzi, Dedeza, Mhlambiso, Sakhele, Ndima, Ndzube, Nzimande, Masoka, Mzimkhulu

Shweme: Limakhwe, Nolundi, Nogqagqa, Malilelwa zintombi zisithi bhuti ndizeke, Zilamkhonto

Sithathu: Chisana, Khopoyi, Ndebe, Hasa, Lawu

Skhosana: Novaphi, Mntungwa, Phangele, Hlubi, Ntuthwana, Msikamhlanga, Ntuthu uyaqhuma zonke izizwe zabikelana zathi ngabakwaSkhosana, Dunga

#:

#:

#:

#:

#:

#:

#:

#:

#:

#:

#:

#:

#:

.............to be continued............

PLEASE CONTRIBUTE AND MAKE CORRECTIONS
Message has been sent! x